ISebe: lezeMisebenzi
UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWINGOZI NEZIFO EMSEBENZINI ,1993
UBHALISO LOMQESHI
Faka u- x apho kufanelekileyo
Usomashishini ozimeleyo namafama
Inkampani enkulu
Inkampani
Umdibaniso
ISIQENDU 1 USUKU, URHWEBO, NE DILESI
usuku umqeshwa wokuqala waqeshwa ngalo:
Idilesi yokuhlala, Igama okanye amagama E-fama
Igama lomnikazi nkampani okanye abalingani
ukuba inkampani xela amagama, inombolo zezazisi kunye dilesi sabaphathi okanye amalungu (ncamathisela uluhla ukuba kunemfuneko yako)
ISIQENDU 3 INKCUKACHA MALUNGA NESHISHINI
Xela uhlobo lwezinto enizivelisayo okanye enizithengisayo okanye imisebenzi eniyenzayo:
Chaza okulandelayo:
Izixhobo elizisebenzisayo ukuvelisa imveliso yenu:
Uhlobo lobunzulu besakhiwo:
Ukuba ishishini selibhaliswe kwenye ye-ofisi zesebe sicela usibonise:
Ukuba ishishini limtshintshile umnikazi sinike oku kulandelayo:
Igama lomnikazi ongaphambili
Idilesi yangoku yomnikazi yangaphambili
Idilesi yangoku yomnikazi wangaphambili ikodi
Usuku lonikezelo
ISIQENDU 5 INKCUKACHA NGABASEBENZI
Imivuzo yabasebenzi ngokupheleleyo ...
Ixabiso lezinye izinto ...
Imivuzo yabaphathi abasebenzayo okanye amalungu ...
Uqikelelo olupheleleyo lwemivuzo ... Ukusuka: ... ukuya ...
ISIQENDU 6 ULWAZI OLONGEZELELWEYO NGOKUKANDLUNKULU/NAMASEBE
